Igaba lakhe lalilifutshane ngokwenene.
Lia rastro estis tro mallonga.
Umnyango wakhe wawusezantsi ngokwenene.
Lia pordaperturo estis tro malalta.
Ibhedi yakhe yayimfutshane ngokwenene.
Lia lito estis tro mallonga.
Ibhayisekile yakhe yayimfutshane ngokwenene.
Lia biciklo estis tro malgranda.
Lendoda yayinde ngokwenene!
Tiu ĉi homo estis tro alta!
Yenza intonga yegaba ende kakhulu.
Li faris tre longan tenilon por sia rastro.
Yenza imigubasi emide kakhulu.
Li faris tre altan pordaperturon.
Yenza ibhedi ende kakhulu.
Li faris tre longan liton.
Yathenga ibhayisekile ephakame kakhulu.
Li aĉetis tre altan biciklon.
Yahlala esitulweni esiphakame kakhulu. Yatya ngefolokhwe ende kakhulu.
Li sidis sur tre alta seĝo. Li manĝis per tre longa forko.
Yayishiya indlu yayo yayohlala kwihlathi elikhulu. Yaphila iminyaka emininzi.
Li forlasis sian domon kaj translokiĝis al granda arbaro. Li loĝis tie dum multaj jaroj.